kungolwesihlanu kwaye wonke umntu akakwazi ukulinda de kutshayiswe ukuze ukwazi ukufumana ixhesha lokuphumla nokuzonwabisa, Thina apha kwinkqubo ethi Masifundisane kwiziko le Radio Riverside sithi Woza weekend sibe sikhuthaza nokuba uyonwabele ngendlela ekhuselekileyo ( Dont drink and drive and stick to the speed limit sikwazi ukuphinda sidibane ngomvulo phakathi kwentsimbhi yethoba neyeshumi elinambhini on the independent voice of the rivercity.
No comments:
Post a Comment